IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 6:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Yenza intliziyo yesi sizwana ibe lukhuni,+ neendlebe zaso zenze zithi nkqi,+ vingca amehlo aso, ukuze singaboni ngamehlo aso, singeva nangeendlebe zaso, kuba hleze siqonde ngentliziyo yaso, sibuye, ndize ndisiphilise.”+

  • Yeremiya 7:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Kodwa abazange bandiphulaphule, yaye abazange bayithobe indlebe yabo,+ kodwa baqhubeka beyenza lukhuni intamo yabo.+ Benza okubi ngakumbi kunookhokho babo!+

  • IZenzo 7:51
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 51 “Bantundini baneenkani nabangalukileyo ngeentliziyo+ neendlebe, nisoloko niwuxhathisa umoya oyingcwele; kanye njengoko ookhokho benu benjenjalo, nani nenjenjalo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share