Yeremiya 18:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kuba abantu bam bandilibele+ ngokuthi baqhumisele umbingelelo kokungento yanto,+ nangokuthi bakhubekise abantu ezindleleni zabo,+ umendo wakudala,+ ukuze bahambe ezindleleni, endleleni engalungelelaniswanga, Malaki 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Khumbulani umthetho kaMoses umkhonzi wam endamyalela wona eHorebhe ngokuphathelele uSirayeli wonke, kwanemimiselo nezigwebo.+
15 Kuba abantu bam bandilibele+ ngokuthi baqhumisele umbingelelo kokungento yanto,+ nangokuthi bakhubekise abantu ezindleleni zabo,+ umendo wakudala,+ ukuze bahambe ezindleleni, endleleni engalungelelaniswanga,
4 “Khumbulani umthetho kaMoses umkhonzi wam endamyalela wona eHorebhe ngokuphathelele uSirayeli wonke, kwanemimiselo nezigwebo.+