Eksodus 20:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Uze ungabi nathixo bambi+ ngokuchasene nam. Duteronomi 32:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Babingelela kwiidemon, kungekhona kuThixo,+Koothixo ababengabazi,+Kwabatsha abasandula ukufika,+Ababengaqhelananga nabo ookhokho benu. ABagwebi 5:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Banyula oothixo abatsha.+Kungoko kwathi kwabakho imfazwe emasangweni.+Ikhaka lalingenakubonwa, okanye incula,Phakathi kwamashumi amane amawaka kwaSirayeli.+
17 Babingelela kwiidemon, kungekhona kuThixo,+Koothixo ababengabazi,+Kwabatsha abasandula ukufika,+Ababengaqhelananga nabo ookhokho benu.
8 Banyula oothixo abatsha.+Kungoko kwathi kwabakho imfazwe emasangweni.+Ikhaka lalingenakubonwa, okanye incula,Phakathi kwamashumi amane amawaka kwaSirayeli.+