IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 28:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Isidumbu sakho sibe kukudla kwezidalwa zonke eziphaphazelayo zasemazulwini nokwezilo zasendle, kungabikho bani uziphekuzayo.+

  • INdumiso 79:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 Isidumbu sabakhonzi bakho basinikele kwiintaka zamazulu njengokudla,+

      Inyama yabanyanisekileyo bakho bayinika amarhamncwa omhlaba.+

  • Yeremiya 12:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ilifa lam+ linjengentaka edla inyama nenemibala emininzi kum; iintaka ezidla inyama zilijikelezile.+ Yizani, hlanganisanani ndawonye, nonke nina marhamncwa asendle; waziseni ukuze adle.+

  • Yeremiya 16:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 ‘Baya kufa zizifo.+ Abayi kwenzelwa sijwili,+ bengayi kungcwatywa.+ Baya kuba njengomgquba phezu komhlaba;+ baya kufikelela ekupheleni ngekrele nangendlala,+ kwaye izidumbu zabo okunene ziya kuba kukutya kwezidalwa eziphaphazelayo zamazulu nokwezilo zomhlaba.’+

  • Yeremiya 34:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 ewe, ndiza kubanikela esandleni seentshaba zabo nasesandleni sabo bafuna umphefumlo wabo;+ kwaye izidumbu zabo ziya kuba kukudla kwezidalwa eziphaphazelayo zamazulu nezamarhamncwa omhlaba.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share