IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 49:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kuba uyabona ukuba kwanosisilumko uyafa,+

      Kunye nosisiyatha nalowo ungaqiqiyo uyatshabalala,+

      Yaye bafanele babushiye kwabanye ubuncwane babo.+

  • IMizekeliso 3:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kholosa ngoYehova ngayo yonke intliziyo yakho,+ ungayami ngokwakho ukuqonda.+

  • INtshumayeli 9:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ndabuya ndabona phantsi kwelanga ukuba ukukhawuleza asikokwababalekayo,+ idabi asilolabanamandla,+ nokutya asikokwezilumko,+ nobutyebi+ asibobabanokuqonda, kwanobabalo asilolwabanokwazi;+ ngenxa yokuba bonke behlelwa lixesha nasisihlo esingenakubonwa kwangaphambili.+

  • Isaya 5:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Yeha ke abo bazizilumko kwawabo amehlo nabaziingqondi phambi kobuso babo!+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share