Duteronomi 8:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 uze uthi ke entliziyweni yakho, ‘Ngamandla am nokuqina kwesandla sam okundizuzise le ndyebo.’+ INdumiso 33:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Akukho kumkani usindiswayo bubuninzi bomkhosi wamajoni akhe;+Indoda enamandla ayihlangulwa bubuninzi bamandla ayo.+ Daniyeli 4:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Wasuka ukumkani wathi:+ “Asiyiyo na le iBhabhiloni Enkulu, endizakhele yona ngamandla am amakhulu+ ukuba ibe yindlu yasebukhosini, ngenxa yesidima sobungangamsha bam?”+ 1 Korinte 3:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngoko ke makungabikho nabani na uqhayisa ngabantu; kuba zonke izinto zezenu,+
16 Akukho kumkani usindiswayo bubuninzi bomkhosi wamajoni akhe;+Indoda enamandla ayihlangulwa bubuninzi bamandla ayo.+
30 Wasuka ukumkani wathi:+ “Asiyiyo na le iBhabhiloni Enkulu, endizakhele yona ngamandla am amakhulu+ ukuba ibe yindlu yasebukhosini, ngenxa yesidima sobungangamsha bam?”+