INdumiso 89:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba ngubani na esibhakabhakeni onokuthelekiswa noYehova?+Ngubani na onokufana noYehova phakathi koonyana bakaThixo?+ Daniyeli 4:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Bonke abemi bomhlaba abanto yanto xa bethelekiswa naye,+ yaye wenza ngokokuthanda kwakhe kwimikhosi yezulu nakubemi bomhlaba.+ Akukho namnye unokusithintela isandla sakhe+ okanye unokuthi kuye, ‘Yintoni le uyenzileyo?’+
6 Kuba ngubani na esibhakabhakeni onokuthelekiswa noYehova?+Ngubani na onokufana noYehova phakathi koonyana bakaThixo?+
35 Bonke abemi bomhlaba abanto yanto xa bethelekiswa naye,+ yaye wenza ngokokuthanda kwakhe kwimikhosi yezulu nakubemi bomhlaba.+ Akukho namnye unokusithintela isandla sakhe+ okanye unokuthi kuye, ‘Yintoni le uyenzileyo?’+