IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 19:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Iinkosana zaseTsowan zenze ngobudenge,+ iinkosana zaseNofu+ zikhohlisiwe, amadoda aziintloko+ ezizwe zayo ayibangele yabhadu-bhadula iYiputa.

  • Yeremiya 44:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 44 Kwafika ilizwi kuYeremiya lisiya kuwo onke amaYuda awayehlala kwilizwe laseYiputa,+ lawo ahlala eMigdoli+ naseTapanehesi+ naseNofu+ nakwilizwe lasePatrosi,+ lisithi:

  • Yeremiya 46:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Zenzele impahla yokuthinjwa,+ mmi olibhinqa, ntombi+ yaseYiputa. Kuba iNofu+ iya kuba yinto nje ekhwankqisayo yaye okunene iya kutshiswa, khon’ ukuze ingabi nammi.+

  • Hezekile 30:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 “Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Ndiza kuzitshabalalisa izithixo ezinezothe+ ndize ndibayekise noothixo abangenaxabiso eNofu,+ yaye akuyi kuphinda kubekho sikhulu kwilizwe laseYiputa; kwaye ngokuqinisekileyo ndiya kufaka ukoyika kwilizwe laseYiputa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share