IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 29:45
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 45 Ndiya kuwumisa umnquba wam phakathi koonyana bakaSirayeli, ndibe nguThixo wabo.+

  • Levitikus 26:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ndiwumise ngokuqinisekileyo umnquba wam phakathi kwenu,+ yaye umphefumlo wam awusayi kunenyanya.+

  • Duteronomi 23:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ngokuba uYehova uThixo wakho uhambahamba phakathi kwenkampu yakho ukuba akuhlangule,+ azinikele iintshaba zakho kuwe;+ ngoko ke imele ibe ngcwele inkampu yakho,+ ukuze angaboni nto ingandilisekanga kuwe aze emke angakupheleki.+

  • INdumiso 46:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 UThixo uphakathi kweso sixeko;+ asiyi kushukunyiswa.+

      UThixo uya kusinceda ekuthini qheke kokusa.+

  • Isaya 12:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 “Danduluka kabukhali uze umemelele ngovuyo, wena mmi ulibhinqa waseZiyon, kuba mkhulu phakathi kwakho Lowo Uyingcwele kaSirayeli.”+

  • 2 Korinte 6:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Yaye inakuvisisana kuni na itempile kaThixo nezithixo?+ Kuba siyitempile+ kaThixo ophilayo; kanye njengoko uThixo wathi: “Ndiya kuhlala phakathi kwabo,+ ndihambe phakathi kwabo, ndibe nguThixo wabo, bona babe ngabantu bam.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share