Isaya 40:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Thethani kuyo iYerusalem+ nize nimemeze kuyo nithi inkonzo yayo yasemkhosini izalisekile,+ nithi isiphoso sayo sihlawulelwe.+ Kuba yamkele esandleni sikaYehova umlinganiselo opheleleyo ngezono zayo zonke.”+ Yeremiya 17:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Abatshutshisi bam mabahlaziswe,+ kodwa mna ngokobuqu mandingahlaziswa.+ Mayibe ngabo abangenwa lunkwantyo, kodwa mna ngokobuqu mandingangenwa lunkwantyo. Bazisele umhla wentlekele,+ uze ubaphule ngokuwa okukhulu ngokuphindwe kabini.+
2 “Thethani kuyo iYerusalem+ nize nimemeze kuyo nithi inkonzo yayo yasemkhosini izalisekile,+ nithi isiphoso sayo sihlawulelwe.+ Kuba yamkele esandleni sikaYehova umlinganiselo opheleleyo ngezono zayo zonke.”+
18 Abatshutshisi bam mabahlaziswe,+ kodwa mna ngokobuqu mandingahlaziswa.+ Mayibe ngabo abangenwa lunkwantyo, kodwa mna ngokobuqu mandingangenwa lunkwantyo. Bazisele umhla wentlekele,+ uze ubaphule ngokuwa okukhulu ngokuphindwe kabini.+