IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 6:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ngenxa yoko uYehova wabona ukuba ububi bomntu bandile emhlabeni yaye zonke iingcamango+ zentliziyo yakhe zityekele ebubini ngalo lonke ixesha.+

  • Genesis 8:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 UYehova weva ivumba elithozamisayo,+ waza wathi ke uYehova entliziyweni yakhe:+ “Andisayi kuze ndiwuqalekise kwakhona umhlaba+ ngenxa yomntu, kuba intliziyo yomntu ityekele+ ebubini kwasebutsheni bakhe;+ yaye andisayi kuze ndizibethe ngesibetho kwakhona zonke izinto eziphilayo kanye njengoko ndenzile.+

  • IMizekeliso 28:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Okholosa ngentliziyo yakhe usisiyatha,+ kodwa ohamba ngobulumko uya kusinda.+

  • Isaya 44:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Udla uthuthu.+ Intliziyo yakhe ekhohlisiweyo imlahlekisile.+ Yaye akawuhlanguli umphefumlo wakhe, engatsho nokuthi: “Akukho buxoki na esandleni sam sokunene?”+

  • Isaya 59:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Kubekho ukunxaxha nokumkhanyela uYehova;+ kwaye kubekho ukuhlehla kuThixo wethu, ukuthetha ngengcinezelo nemvukelo,+ ukukhawula nokudumzela amazwi obuxoki asuka entliziyweni.+

  • Yakobi 1:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kodwa ngamnye ulingwa ngokutsalwa nokuwexulwa ngumnqweno wakhe.+

  • Yakobi 1:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Ukuba umntu uzibona engumnquli ofanelekileyo+ ukanti engalubambi ngomkhala ulwimi lwakhe,+ kodwa eqhubeka ekhohlisa intliziyo yakhe,+ unqulo lwakhe luphuthile.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share