INdumiso 62:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kwanobubele bothando bobakho, Yehova,+Kuba wena ubuyisela ngamnye ngokomsebenzi wakhe.+ Yeremiya 32:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 ocebo likhulu+ nozenzo zininzi,+ wena omehlo avulekileyo phezu kweendlela zonke zoonyana babantu,+ ukuze unike ngamnye ngokweendlela zakhe nangokwesiqhamo sezenzo zakhe;+ Roma 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yaye uya kunika ngamnye ngokwemisebenzi yakhe:+
19 ocebo likhulu+ nozenzo zininzi,+ wena omehlo avulekileyo phezu kweendlela zonke zoonyana babantu,+ ukuze unike ngamnye ngokweendlela zakhe nangokwesiqhamo sezenzo zakhe;+