Yeremiya 39:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wamtyhaphaza amehlo uZedekiya,+ emva koko wambopha ngamakhamandela obhedu, ukuze amzise eBhabhiloni. Yeremiya 52:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Wawatyhaphaza amehlo+ kaZedekiya, emva koko ukumkani waseBhabhiloni wambopha ngamakhamandela obhedu, wamzisa eBhabhiloni+ waza wamfaka endlwini yokuvalelwa de yangumhla wokufa kwakhe.
7 Wamtyhaphaza amehlo uZedekiya,+ emva koko wambopha ngamakhamandela obhedu, ukuze amzise eBhabhiloni.
11 Wawatyhaphaza amehlo+ kaZedekiya, emva koko ukumkani waseBhabhiloni wambopha ngamakhamandela obhedu, wamzisa eBhabhiloni+ waza wamfaka endlwini yokuvalelwa de yangumhla wokufa kwakhe.