Hoseya 13:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ndiya kuqubisana naye njengebhere elahlekelwe ngamathole+ ayo yaye ndiya kusikrazula isivingco sentliziyo yakhe. Yaye ndiya kumqwengela apho njengengonyama;+ irhamncwa lasendle liya kumqwenga.+ Amosi 5:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 kanye njengaxa umntu esaba ngenxa yengonyama, aze okunene ahlangane nebhere; nanjengaxa engena endlwini aze axhase isandla sakhe ngodonga, alunywe yinyoka.+
8 Ndiya kuqubisana naye njengebhere elahlekelwe ngamathole+ ayo yaye ndiya kusikrazula isivingco sentliziyo yakhe. Yaye ndiya kumqwengela apho njengengonyama;+ irhamncwa lasendle liya kumqwenga.+
19 kanye njengaxa umntu esaba ngenxa yengonyama, aze okunene ahlangane nebhere; nanjengaxa engena endlwini aze axhase isandla sakhe ngodonga, alunywe yinyoka.+