INdumiso 30:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngenxa yokuba ukuba ngaphantsi komsindo wakhe kokomzuzwana,+Ukuba ngaphantsi kwenkoliseko yakhe kokobomi bonke.+Ngokuhlwa kusenokubakho ukulila,+ kodwa kusasa kukho intswahla yovuyo.+ Isaya 33:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Owu Yehova, sibabale.+ Sithembele kuwe.+ Yiba yingalo+ yethu ntsasa nganye,+ ewe, usindiso lwethu ngexesha lokubandezeleka.+
5 Ngenxa yokuba ukuba ngaphantsi komsindo wakhe kokomzuzwana,+Ukuba ngaphantsi kwenkoliseko yakhe kokobomi bonke.+Ngokuhlwa kusenokubakho ukulila,+ kodwa kusasa kukho intswahla yovuyo.+
2 Owu Yehova, sibabale.+ Sithembele kuwe.+ Yiba yingalo+ yethu ntsasa nganye,+ ewe, usindiso lwethu ngexesha lokubandezeleka.+