Yobhi 34:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Xa yena ebangela ukuzola, ngoko, ngubani onokumgwebela isohlwayo?Xa ebufihla ubuso bakhe,+ ngubani onokumbona,Enoba luhlanga+ okanye ngumntu, kuyinto efanayo? INdumiso 34:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ubuso bukaYehova bunxamnye nabo benza okubi,+Ukuze akunqumle ukukhankanywa kwabo emhlabeni.+ Isaya 59:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kodwa ziziphoso zenu ezinahlukanisileyo noThixo+ wenu, zizono zenu ezibusithelisileyo ubuso bakhe kuni ukuze angeva.+ Yeremiya 18:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Njengomoya wasempuma ndiya kubachithachitha phambi kotshaba.+ Ndiya kubabonisa umhlana, kungekhona ubuso,+ ngomhla wentlekele yabo.” Hebhere 8:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 kungekhona ngokuvumelana nomnqophiso+ endawenza nookhokho babo ngomhla endababambayo ngesandla ndibakhupha kwilizwe laseYiputa,+ ngenxa yokuba abazange baqhubeke besemnqophisweni wam,+ kangangokuba ndayeka ukubanyamekela,’ utsho uYehova.”+
29 Xa yena ebangela ukuzola, ngoko, ngubani onokumgwebela isohlwayo?Xa ebufihla ubuso bakhe,+ ngubani onokumbona,Enoba luhlanga+ okanye ngumntu, kuyinto efanayo?
2 Kodwa ziziphoso zenu ezinahlukanisileyo noThixo+ wenu, zizono zenu ezibusithelisileyo ubuso bakhe kuni ukuze angeva.+
17 Njengomoya wasempuma ndiya kubachithachitha phambi kotshaba.+ Ndiya kubabonisa umhlana, kungekhona ubuso,+ ngomhla wentlekele yabo.”
9 kungekhona ngokuvumelana nomnqophiso+ endawenza nookhokho babo ngomhla endababambayo ngesandla ndibakhupha kwilizwe laseYiputa,+ ngenxa yokuba abazange baqhubeke besemnqophisweni wam,+ kangangokuba ndayeka ukubanyamekela,’ utsho uYehova.”+