Isaya 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Niya kuphinda nibethwe phi kwakhona,+ ekubeni nisongeza imvukelo engakumbi?+ Intloko iphela ikwimeko yokugula, nentliziyo yonke ibuthathaka.+ Yeremiya 8:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ndifikelwe yintlungu enganyangekiyo.+ Intliziyo yam iyagula. IZililo 1:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngamana bonke ububi bazo bungafika phambi kwakho, uze uqhubane nazo ngokuqatha,+Kanye njengoko uqhubene nam ngokuqatha ngenxa yokunxaxha kwam konke.+Kuba kuninzi ukuncwina kwam,+ nentliziyo yam iyagula.+
5 Niya kuphinda nibethwe phi kwakhona,+ ekubeni nisongeza imvukelo engakumbi?+ Intloko iphela ikwimeko yokugula, nentliziyo yonke ibuthathaka.+
22 Ngamana bonke ububi bazo bungafika phambi kwakho, uze uqhubane nazo ngokuqatha,+Kanye njengoko uqhubene nam ngokuqatha ngenxa yokunxaxha kwam konke.+Kuba kuninzi ukuncwina kwam,+ nentliziyo yam iyagula.+