2 Kronike 36:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Zonke iimpahla,+ ezinkulu+ nezincinane, zendlu kaTHIXO oyinyaniso nobuncwane+ bendlu kaYehova nobuncwane bukakumkani+ nobeenkosana zakhe, yonk’ into wayizisa eBhabhiloni. Isaya 39:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 ‘Khangela! Kuza imihla, ekuya kuthi ngayo konke okusendlwini yakho noko kwaqwetywa ngookhokho bakho ukuza kuthi ga kule mini kuthwalelwe eBhabhiloni.’+ ‘Akukho nto iya kusala,’+ utsho uYehova. Yeremiya 15:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ubuncwane nobutyebi bakho ndiya kubunikela ukuba buphangwe,+ kungekhona ngexabiso, kodwa ngazo zonke izono zakho, kuyo yonke imimandla yakho.+ Yeremiya 20:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yaye ndiza kunikela yonke ingqwebo yesi sixeko nemveliso yaso yonke nezinto zonke ezixabisekileyo zaso; nobuncwane bonke bookumkani bakwaYuda ndiza kubunikela esandleni seentshaba zabo.+ Kwaye ngokuqinisekileyo baya kubuphanga babuthabathe baze babuse eBhabhiloni.+ Yeremiya 52:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Iintsika zobhedu+ zendlu kaYehova neenqwelwana+ nolwandle+ lobhedu olwalusendlwini kaYehova amaKhaledi aziqhekeza aza aluthwalela eBhabhiloni lonke ubhedu lwazo.+ Yeremiya 52:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Iingcedevu+ nezitya+ neenkonkxa neziphatho zezibane+ neendebe nezitya zegolide yokwenene,+ nezesilivere yokwenene,+ intloko yamafanankosi yazithabatha.+ Daniyeli 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ekuhambeni kwexesha uYehova wanikela esandleni sakhe uYehoyakim ukumkani wakwaYuda+ nenxalenye yempahla+ yendlu kaTHIXO oyinyaniso, wayisa ezweni laseShinare+ endlwini yothixo wakhe; zona izitya wazisa endlwini yobuncwane bothixo wakhe.+
18 Zonke iimpahla,+ ezinkulu+ nezincinane, zendlu kaTHIXO oyinyaniso nobuncwane+ bendlu kaYehova nobuncwane bukakumkani+ nobeenkosana zakhe, yonk’ into wayizisa eBhabhiloni.
6 ‘Khangela! Kuza imihla, ekuya kuthi ngayo konke okusendlwini yakho noko kwaqwetywa ngookhokho bakho ukuza kuthi ga kule mini kuthwalelwe eBhabhiloni.’+ ‘Akukho nto iya kusala,’+ utsho uYehova.
13 Ubuncwane nobutyebi bakho ndiya kubunikela ukuba buphangwe,+ kungekhona ngexabiso, kodwa ngazo zonke izono zakho, kuyo yonke imimandla yakho.+
5 Yaye ndiza kunikela yonke ingqwebo yesi sixeko nemveliso yaso yonke nezinto zonke ezixabisekileyo zaso; nobuncwane bonke bookumkani bakwaYuda ndiza kubunikela esandleni seentshaba zabo.+ Kwaye ngokuqinisekileyo baya kubuphanga babuthabathe baze babuse eBhabhiloni.+
17 Iintsika zobhedu+ zendlu kaYehova neenqwelwana+ nolwandle+ lobhedu olwalusendlwini kaYehova amaKhaledi aziqhekeza aza aluthwalela eBhabhiloni lonke ubhedu lwazo.+
19 Iingcedevu+ nezitya+ neenkonkxa neziphatho zezibane+ neendebe nezitya zegolide yokwenene,+ nezesilivere yokwenene,+ intloko yamafanankosi yazithabatha.+
2 Ekuhambeni kwexesha uYehova wanikela esandleni sakhe uYehoyakim ukumkani wakwaYuda+ nenxalenye yempahla+ yendlu kaTHIXO oyinyaniso, wayisa ezweni laseShinare+ endlwini yothixo wakhe; zona izitya wazisa endlwini yobuncwane bothixo wakhe.+