IZenzo 2:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Yaye wanikela ubungqina obucokisekileyo nangamanye amazwi amaninzi waza wababongoza, esithi: “Sindiswani kwesi sizukulwana sigwenxa.”+ 1 Timoti 4:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Zilumkele wena+ nemfundiso yakho.+ Hlala kwezi zinto, kuba ngokwenza oko uya kuzisindisa wena nabo bakuphulaphulayo.+
40 Yaye wanikela ubungqina obucokisekileyo nangamanye amazwi amaninzi waza wababongoza, esithi: “Sindiswani kwesi sizukulwana sigwenxa.”+
16 Zilumkele wena+ nemfundiso yakho.+ Hlala kwezi zinto, kuba ngokwenza oko uya kuzisindisa wena nabo bakuphulaphulayo.+