Eksodus 22:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 “Umphambukeli uze ungamdlakazelisi okanye umcinezele,+ kuba naningabaphambukeli nani ezweni laseYiputa.+ Levitikus 19:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 “‘Ukuba uthe umphambukeli waphambukela ezweni lenu, nize ningamphathi kakubi.+
21 “Umphambukeli uze ungamdlakazelisi okanye umcinezele,+ kuba naningabaphambukeli nani ezweni laseYiputa.+