Yobhi 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Imfuyo yayo+ yaba zizimvu ezingamawaka asixhenxe neenkamela ezingamawaka amathathu nezipani zeenkomo ezingamakhulu amahlanu neemazi zamaesile ezingamakhulu amahlanu, kunye nabakhonzi abaninzi kakhulu; yaye loo ndoda yaba yeyona inkulu kubo bonke abaseMpumalanga.+ Hezekile 25:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 kwabaseMpumalanga,+ ecaleni koonyana baka-Amoni;+ yaye ndiza kulenza into elilifa, ukuze lingabi nakukhunjulwa,+ oko kukuthi, oonyana baka-Amoni, phakathi kweentlanga.
3 Imfuyo yayo+ yaba zizimvu ezingamawaka asixhenxe neenkamela ezingamawaka amathathu nezipani zeenkomo ezingamakhulu amahlanu neemazi zamaesile ezingamakhulu amahlanu, kunye nabakhonzi abaninzi kakhulu; yaye loo ndoda yaba yeyona inkulu kubo bonke abaseMpumalanga.+
10 kwabaseMpumalanga,+ ecaleni koonyana baka-Amoni;+ yaye ndiza kulenza into elilifa, ukuze lingabi nakukhunjulwa,+ oko kukuthi, oonyana baka-Amoni, phakathi kweentlanga.