IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 20:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Bafika ke, bamngqinga eAbheli yaseBhete-mahaka baza basibiyela isixeko ngongqameko lokungqinga,+ njengoko sasimi phakathi kongqameko. Yaye bonke abantu ababenoYowabhi babelusingela phantsi udonga, ukuze baluphose phantsi.

  • Yeremiya 6:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Kuba utsho uYehova wemikhosi ukuthi: “Gawulani imithi+ nize niyifumbele iYerusalem umsele wokungqinga.+ Isisixeko esimele siphenduliswe.+ Yingcinezelo kuphela phakathi kwaso.+

  • Yeremiya 32:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Khangela! Abantu bafike esixekweni nemisele+ yokungqinga ukuze basithabathe,+ yaye sona kanye isixeko ngokuqinisekileyo siya kunikelwa esandleni samaKhaledi alwa naso,+ ngenxa yekrele+ nendlala+ nendyikitya yokufa;+ yaye kwenzekile oko ukuthethileyo, naku uyakubona.+

  • Hezekile 26:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Iidolophu eziphantsi kwakho uya kuzibulala ngekrele, yaye uya kwenza udonga lokukungqinga+ aze amise umsele wokukungqinga akuphakamisele ikhaka elikhulu;

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share