10 Yaye, khangela! kubathezi beenkuni, nabagawuli bemithi, ndinikela ngengqolowa njengokutya kwabakhonzi bakho, iikore ezingamashumi amabini amawaka,+ nerhasi eziikore ezingamashumi amabini amawaka, neebhate zewayini ezingamashumi amabini amawaka,+ neebhate zeoli ezingamashumi amabini amawaka.”