2 “Nyana womntu, phakamisa isimbonono ngoFaro ukumkani waseYiputa, uthi kuye, ‘Njengengonyama entsha enesingci ezintlangeni uye wathuliswa.+
“‘Ubunjengesilo esikhulu samanzi kwiilwandle,+ waza wagaleleka emilanjeni yakho, wawagxobha amanzi ngeenyawo zakho ungcolisa imilambo yawo.’