Isaya 10:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kuba uthe, ‘Ngokuqinisekileyo ndiya kwenza ngokwamandla esandla sam,+ nangobulumko bam, kuba ndinokuqonda; yaye ndiya kuyishenxisa imida yezizwana,+ nengqwebo yazo ngokuqinisekileyo ndiya kuyiphanga,+ ndibehlise abemi kanye njengalowo unamandla.+ Hezekile 29:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kwaye ilizwe laseYiputa liya kuba yinkangala ephanzileyo nendawo echithakeleyo;+ bazi ukuba ndinguYehova, ngenxa yokuba yena uthe, ‘UMlambo umNayile ngowam, ndiwenze ngokwam.’+
13 Kuba uthe, ‘Ngokuqinisekileyo ndiya kwenza ngokwamandla esandla sam,+ nangobulumko bam, kuba ndinokuqonda; yaye ndiya kuyishenxisa imida yezizwana,+ nengqwebo yazo ngokuqinisekileyo ndiya kuyiphanga,+ ndibehlise abemi kanye njengalowo unamandla.+
9 Kwaye ilizwe laseYiputa liya kuba yinkangala ephanzileyo nendawo echithakeleyo;+ bazi ukuba ndinguYehova, ngenxa yokuba yena uthe, ‘UMlambo umNayile ngowam, ndiwenze ngokwam.’+