Isaya 20:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngokuqinisekileyo baya kunkwantya baze babe neentloni ngeTiyopiya ithemba+ abebekhangele kulo nangeYiputa ubuhle bayo.+ Isaya 31:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Noko ke, amaYiputa ngabantu basemhlabeni,+ akangoThixo; namahashe awo yinyama,+ asingomoya. UYehova uya kusolula isandla sakhe, yaye lowo unikela uncedo uya kukhubeka,+ nalowo uncedwayo uya kuwa, kwaye kwangaxeshanye bonke baya kuphela. Hezekile 30:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Yaye eTehafenesi+ okunene imini iya kuba mnyama, ekuzaphuleni kwam apho iidyokhwe zaseYiputa.+ Neqhayiya lamandla akhe okunene liya kuyekiswa apho.+ Ke yena, uya kugutyungelwa ngamafu,+ needolophu eziphantsi kwakhe ziya kuya ekuthinjweni.+
5 Ngokuqinisekileyo baya kunkwantya baze babe neentloni ngeTiyopiya ithemba+ abebekhangele kulo nangeYiputa ubuhle bayo.+
3 Noko ke, amaYiputa ngabantu basemhlabeni,+ akangoThixo; namahashe awo yinyama,+ asingomoya. UYehova uya kusolula isandla sakhe, yaye lowo unikela uncedo uya kukhubeka,+ nalowo uncedwayo uya kuwa, kwaye kwangaxeshanye bonke baya kuphela.
18 Yaye eTehafenesi+ okunene imini iya kuba mnyama, ekuzaphuleni kwam apho iidyokhwe zaseYiputa.+ Neqhayiya lamandla akhe okunene liya kuyekiswa apho.+ Ke yena, uya kugutyungelwa ngamafu,+ needolophu eziphantsi kwakhe ziya kuya ekuthinjweni.+