Yeremiya 46:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Zenzele impahla yokuthinjwa,+ mmi olibhinqa, ntombi+ yaseYiputa. Kuba iNofu+ iya kuba yinto nje ekhwankqisayo yaye okunene iya kutshiswa, khon’ ukuze ingabi nammi.+ Hezekile 29:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kwaye ilizwe laseYiputa ndiza kulenza inkangala ephanzileyo phakathi kwamazwe achithakeleyo;+ nezixeko zayo ziya kuba yinkangala ephanzileyo phakathi kwezixeko ezichithakeleyo kangangeminyaka engamashumi amane;+ yaye ndiza kuwachithachitha amaYiputa phakathi kweentlanga, ndiwasasaze emazweni.”+ Hezekile 32:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “Nyana womntu, yenza isijwili ngenxa yesihlwele saseYiputa uze uyihlise,+ yona neentombi zeentlanga ezinobungangamsha, uyise kwilizwe elingaphantsi,+ kunye nabo behla baye emhadini.+
19 Zenzele impahla yokuthinjwa,+ mmi olibhinqa, ntombi+ yaseYiputa. Kuba iNofu+ iya kuba yinto nje ekhwankqisayo yaye okunene iya kutshiswa, khon’ ukuze ingabi nammi.+
12 Kwaye ilizwe laseYiputa ndiza kulenza inkangala ephanzileyo phakathi kwamazwe achithakeleyo;+ nezixeko zayo ziya kuba yinkangala ephanzileyo phakathi kwezixeko ezichithakeleyo kangangeminyaka engamashumi amane;+ yaye ndiza kuwachithachitha amaYiputa phakathi kweentlanga, ndiwasasaze emazweni.”+
18 “Nyana womntu, yenza isijwili ngenxa yesihlwele saseYiputa uze uyihlise,+ yona neentombi zeentlanga ezinobungangamsha, uyise kwilizwe elingaphantsi,+ kunye nabo behla baye emhadini.+