2 Kumkani 25:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Yaye isixeko saqhekezwa,+ onke amadoda emfazwe asaba ngobusuku ngendlela yesango eliphakathi kweendonga ezimbini ezingasemyezweni kakumkani,+ ngoxa amaKhaledi+ ayekumacala onke esixeko; kwaye ukumkani waya+ ngakwicala laseArabha.+ 2 Kronike 36:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoko wanyusa nxamnye nabo ukumkani wamaKhaledi,+ owabulala abafana babo ngekrele+ endlwini yabo engcwele,+ akabanga namfesane ngamfana nangantombi inyulu, omdala okanye owalupheleyo.+ Yonk’ into wayinikela esandleni sakhe. Yeremiya 39:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngonyaka weshumi elinanye kaZedekiya, ngenyanga yesine, ngomhla wesithoba enyangeni leyo, kwatyhotyozwa esixekweni.+
4 Yaye isixeko saqhekezwa,+ onke amadoda emfazwe asaba ngobusuku ngendlela yesango eliphakathi kweendonga ezimbini ezingasemyezweni kakumkani,+ ngoxa amaKhaledi+ ayekumacala onke esixeko; kwaye ukumkani waya+ ngakwicala laseArabha.+
17 Ngoko wanyusa nxamnye nabo ukumkani wamaKhaledi,+ owabulala abafana babo ngekrele+ endlwini yabo engcwele,+ akabanga namfesane ngamfana nangantombi inyulu, omdala okanye owalupheleyo.+ Yonk’ into wayinikela esandleni sakhe.
2 Ngonyaka weshumi elinanye kaZedekiya, ngenyanga yesine, ngomhla wesithoba enyangeni leyo, kwatyhotyozwa esixekweni.+