ABagwebi 5:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngemihla kaShamgare+ unyana ka-Anati,Ngemihla kaYaheli,+ kwakungahanjwa emendweni,Yaye abahambi beendlela babehamba ngomendo ojikelezayo.+ Hezekile 29:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Akuyi kudlula lunyawo lomntu wasemhlabeni kuyo,+ nonyawo lwesilwanyana sasekhaya aluyi kudlula kuyo,+ yaye ayiyi kuba nabemi kangangeminyaka engamashumi amane.+
6 Ngemihla kaShamgare+ unyana ka-Anati,Ngemihla kaYaheli,+ kwakungahanjwa emendweni,Yaye abahambi beendlela babehamba ngomendo ojikelezayo.+
11 Akuyi kudlula lunyawo lomntu wasemhlabeni kuyo,+ nonyawo lwesilwanyana sasekhaya aluyi kudlula kuyo,+ yaye ayiyi kuba nabemi kangangeminyaka engamashumi amane.+