Isaya 34:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba uYehova ucaphukile nxamnye nazo zonke iintlanga,+ yaye umsindo wakhe unxamnye nomkhosi wazo wonke.+ Uya kuzitshabalalisa; azinikele ekubulaweni ngogonyamelo.+ Yeremiya 25:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Yaye abo babuleweyo nguYehova ngaloo mini ngokuqinisekileyo baya kususela kwesinye isiphelo somhlaba base kwesinye isiphelo somhlaba.+ Abayi kwenzelwa sijwili, bengayi kuhlanganiswa okanye bangcwatywe.+ Baya kuba njengomgquba phezu komhlaba.’+
2 Kuba uYehova ucaphukile nxamnye nazo zonke iintlanga,+ yaye umsindo wakhe unxamnye nomkhosi wazo wonke.+ Uya kuzitshabalalisa; azinikele ekubulaweni ngogonyamelo.+
33 Yaye abo babuleweyo nguYehova ngaloo mini ngokuqinisekileyo baya kususela kwesinye isiphelo somhlaba base kwesinye isiphelo somhlaba.+ Abayi kwenzelwa sijwili, bengayi kuhlanganiswa okanye bangcwatywe.+ Baya kuba njengomgquba phezu komhlaba.’+