IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 58:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Yaye ngokuphuma kuwe abanye ngokuqinisekileyo baya kuzakha iindawo ebeziphanzile ixesha elide;+ uya kuvusa kwaneziseko zezizukulwana eziqhubekayo.+ Kwaye okunene uya kubizwa ngokuba uyingcibi yamathuba,+ umhlaziyi weendlela ekuhlalwa ngakuzo.

  • Yeremiya 33:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 “Utsho uYehova ukuthi, ‘Kule ndawo eniya kuthi nina iyinkangala engenamntu nengenasilwanyana sasekhaya, kwizixeko zakwaYuda nakwizitrato zaseYerusalem eziphanzileyo+ ezingenamntu nezingenammi nezingenasilwanyana sasekhaya, kuseza kuvakala+

  • Amosi 9:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ndiza kubabuyisa abathinjiweyo babantu bam amaSirayeli,+ kwaye okunene baya kwakha izixeko eziphanzileyo baze babe ngabemi bazo,+ batyale izidiliya baze basele iwayini yazo, benze imiyezo baze badle iziqhamo zayo.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share