IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 16:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Waza wathetha kuKora nakwindibano yakhe iphela, esithi: “Kusasa uYehova uya kusazisa lowo ongowakhe+ nalowo ongcwele+ nalowo omele asondele kuye,+ yaye nokuba ngubani na amnyulileyo,+ nguye lowo oya kusondela kuye.

  • Duteronomi 21:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 “Bofika ababingeleli, oonyana bakaLevi, ngokuba unyule bona uYehova uThixo wakho ukuba balungiselele kuye+ nokuba basikelele+ egameni likaYehova, kulanyulwe ngokomlomo wabo ukuphikisana konke okuphathelele nasiphi na isenzo sogonyamelo.+

  • Hezekile 40:46
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 46 Igumbi lokudlela elimphambili walo ubheke ngasemntla lelababingeleli abanyamekela imbopheleleko yesibingelelo.+ Ngoonyana bakaTsadoki,+ abo, koonyana bakaLevi basondela kuYehova ukuze balungiselele kuye.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share