Eksodus 12:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngenyanga yokuqala, ngosuku lweshumi elinesine enyangeni leyo, ngokuhlwa, nodla amaqebengwana angenagwele kude kuse kusuku lwamashumi amabini ananye lwenyanga leyo, ngokuhlwa.+ Levitikus 23:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “‘Ngosuku lweshumi elinesihlanu enyangeni leyo yoba ngumthendeleko kaYehova wamaqebengwana angenagwele.+ Kangangeentsuku ezisixhenxe nodla amaqebengwana angenagwele.+
18 Ngenyanga yokuqala, ngosuku lweshumi elinesine enyangeni leyo, ngokuhlwa, nodla amaqebengwana angenagwele kude kuse kusuku lwamashumi amabini ananye lwenyanga leyo, ngokuhlwa.+
6 “‘Ngosuku lweshumi elinesihlanu enyangeni leyo yoba ngumthendeleko kaYehova wamaqebengwana angenagwele.+ Kangangeentsuku ezisixhenxe nodla amaqebengwana angenagwele.+