Genesis 28:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kwaye, khangela! nanko uYehova emi ngentla kwayo, waza wathi:+ “NdinguYehova uThixo ka-Abraham uyihlo noThixo kaIsake.+ Ilizwe elo ulele kulo, ndiya kulinika wena nembewu yakho.+ Hezekile 20:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 “‘Niya kwazi ukuba ndinguYehova,+ ekuniziseni kwam kumhlaba wakwaSirayeli,+ kwilizwe endaphakamisa isandla sam ndifungela ukulinika ookhokho benu.
13 Kwaye, khangela! nanko uYehova emi ngentla kwayo, waza wathi:+ “NdinguYehova uThixo ka-Abraham uyihlo noThixo kaIsake.+ Ilizwe elo ulele kulo, ndiya kulinika wena nembewu yakho.+
42 “‘Niya kwazi ukuba ndinguYehova,+ ekuniziseni kwam kumhlaba wakwaSirayeli,+ kwilizwe endaphakamisa isandla sam ndifungela ukulinika ookhokho benu.