Hezekile 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 ilizwi likaYehova lafika+ ngokungqalileyo kuHezekile+ unyana kaBhuzi umbingeleli kwilizwe lamaKhaledi+ ngakuMlambo iKebhare, yaye isandla sikaYehova saba phezu kwakhe apho kuloo ndawo.+ Hezekile 3:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Saza isandla sikaYehova saba phezu kwam apho yaye wathi kum: “Sukuma, uye kwithafa elisentlanjeni,+ yaye ndiya kuthetha nawe apho.”
3 ilizwi likaYehova lafika+ ngokungqalileyo kuHezekile+ unyana kaBhuzi umbingeleli kwilizwe lamaKhaledi+ ngakuMlambo iKebhare, yaye isandla sikaYehova saba phezu kwakhe apho kuloo ndawo.+
22 Saza isandla sikaYehova saba phezu kwam apho yaye wathi kum: “Sukuma, uye kwithafa elisentlanjeni,+ yaye ndiya kuthetha nawe apho.”