Isaya 6:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ndathi ke mna: “Kude kube nini na, Yehova?”+ Wathi: “Zide okunene izixeko zibe ngamanxuwa, zingabi nabemi, nezindlu zingabi namntu wasemhlabeni, nomhlaba ngokwawo uphanziswe;+ Zekariya 7:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 ‘Ndaza ngesivuthuvuthu ndabaphosa phakathi kwazo zonke iintlanga+ ababengazazi;+ nelizwe lishiywe liphanzile emva kwabo, akukho bani udlulayo kulo, kungekho nabani ubuyela kulo;+ kwaye ilizwe elinqwenelekayo+ balenza into yokukhwankqiswa.’”
11 Ndathi ke mna: “Kude kube nini na, Yehova?”+ Wathi: “Zide okunene izixeko zibe ngamanxuwa, zingabi nabemi, nezindlu zingabi namntu wasemhlabeni, nomhlaba ngokwawo uphanziswe;+
14 ‘Ndaza ngesivuthuvuthu ndabaphosa phakathi kwazo zonke iintlanga+ ababengazazi;+ nelizwe lishiywe liphanzile emva kwabo, akukho bani udlulayo kulo, kungekho nabani ubuyela kulo;+ kwaye ilizwe elinqwenelekayo+ balenza into yokukhwankqiswa.’”