Yeremiya 16:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Kuba utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi, ‘Yabona, ndiyaliyekisa kule ndawo phambi kwamehlo enu nangemihla yenu ilizwi lokugcoba nelizwi lemihlali, ilizwi lomyeni nelizwi lomtshakazi.’+ Habhakuki 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Khangelani, phakathi kweentlanga, nize nondele, nijongane nimangalisiwe.+ Yithini manga; kuba kukho umsebenzi ubani awenzayo ngemihla yenu, eningayi kuwukholelwa nangona ubaliswa.+
9 “Kuba utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi, ‘Yabona, ndiyaliyekisa kule ndawo phambi kwamehlo enu nangemihla yenu ilizwi lokugcoba nelizwi lemihlali, ilizwi lomyeni nelizwi lomtshakazi.’+
5 “Khangelani, phakathi kweentlanga, nize nondele, nijongane nimangalisiwe.+ Yithini manga; kuba kukho umsebenzi ubani awenzayo ngemihla yenu, eningayi kuwukholelwa nangona ubaliswa.+