IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Hezekile 9:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Nam ke, iliso lam aliyi kuba nosizi,+ ndingayi kubonisa nemfesane.+ Ngokuqinisekileyo ndiya kuzisa entlokweni yabo ngokwendlela yabo.”+

  • Hezekile 11:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 “‘“Kodwa ke bona abo intliziyo yabo ihamba ngokwezinto zabo ezilizothe nezinto zabo ezicekisekayo,+ ngokuqinisekileyo ndiya kuyizisa indlela yabo entlokweni yabo,” itsho iNkosi enguMongami uYehova.’”+

  • Hezekile 22:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Ngoko ndiya kusiphalaza isiqalekiso+ sam phezu kwabo. Ndiza kubatshabalalisa ngomlilo wokuvutha komsindo wam.+ Indlela yabo ndiza kuyizisa entlokweni yabo,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share