Isaya 9:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kuba ubungendawo buyavutha kanye njengomlilo;+ buya kuwadla buwagqibe amatyholo anameva nokhula.+ Buya kutshisa ezintshinyeleni zehlathi,+ yaye ziya kuthwalelwa phezulu njengomqulu womsi.+ Mika 7:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Oyena ulungileyo wabo unjengekhakakhaka, oyena uthe tye kubo mbi kunothango lwameva.+ Imele ifike imini yabalindi bakho, yokunikelwa kwakho ingqalelo.+ Ngoku kuya kubakho ukuqungaqungwa kwabo.+
18 Kuba ubungendawo buyavutha kanye njengomlilo;+ buya kuwadla buwagqibe amatyholo anameva nokhula.+ Buya kutshisa ezintshinyeleni zehlathi,+ yaye ziya kuthwalelwa phezulu njengomqulu womsi.+
4 Oyena ulungileyo wabo unjengekhakakhaka, oyena uthe tye kubo mbi kunothango lwameva.+ Imele ifike imini yabalindi bakho, yokunikelwa kwakho ingqalelo.+ Ngoku kuya kubakho ukuqungaqungwa kwabo.+