Hezekile 3:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Njengedayimani, ndilenze laba lukhuni ngaphezu kwelitye leqhwitha+ ibunzi lakho. Uze ungaboyiki,+ yaye uze ungankwantyiswa bubuso babo,+ kuba bayindlu enemvukelo.”+
9 Njengedayimani, ndilenze laba lukhuni ngaphezu kwelitye leqhwitha+ ibunzi lakho. Uze ungaboyiki,+ yaye uze ungankwantyiswa bubuso babo,+ kuba bayindlu enemvukelo.”+