INdumiso 7:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ukuze kungabikho namnye uwuqwengayo umphefumlo wam njengoko isenza ingonyama,+Andixhwile xa kungekho mhlanguli.+ Nahum 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Siphi isikhundla seengonyama, nomqolomba weengonyama ezintsha ezinesingci, apho ingonyama yayihamba ingene khona,+ apho ithole lengonyama lalikhona, yaye kwakungekho bani ubenza bangcangcazele?+ Zefaniya 3:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Iinkosana zaso phakathi kwaso zaziziingonyama ezigqumayo.+ Abagwebi baso babeziingcuka zangokuhlwa ezingakrekrethanga mathambo kude kube kusasa.+
2 Ukuze kungabikho namnye uwuqwengayo umphefumlo wam njengoko isenza ingonyama,+Andixhwile xa kungekho mhlanguli.+
11 Siphi isikhundla seengonyama, nomqolomba weengonyama ezintsha ezinesingci, apho ingonyama yayihamba ingene khona,+ apho ithole lengonyama lalikhona, yaye kwakungekho bani ubenza bangcangcazele?+
3 Iinkosana zaso phakathi kwaso zaziziingonyama ezigqumayo.+ Abagwebi baso babeziingcuka zangokuhlwa ezingakrekrethanga mathambo kude kube kusasa.+