2 Kumkani 23:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ngaphezu koko, uFaro Neko wenza uEliyakim+ unyana kaYosiya ukumkani esikhundleni sikaYosiya uyise waza walitshintsha igama lakhe languYehoyakim; yena uYehowahazi wamthabatha wamzisa eYiputa, apho wafela khona ekugqibeleni.+ 2 Kumkani 24:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ekugqibeleni uYehoyakim walala kookhokho bakhe,+ yaye uYehoyakin unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe. 2 Kumkani 25:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Bandula ke bambamba ukumkani+ baza bamnyusa bamsa kukumkani waseBhabhiloni eRibhela,+ ukuze bavakalise isigwebo sakhe.
34 Ngaphezu koko, uFaro Neko wenza uEliyakim+ unyana kaYosiya ukumkani esikhundleni sikaYosiya uyise waza walitshintsha igama lakhe languYehoyakim; yena uYehowahazi wamthabatha wamzisa eYiputa, apho wafela khona ekugqibeleni.+
6 Ekugqibeleni uYehoyakim walala kookhokho bakhe,+ yaye uYehoyakin unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.
6 Bandula ke bambamba ukumkani+ baza bamnyusa bamsa kukumkani waseBhabhiloni eRibhela,+ ukuze bavakalise isigwebo sakhe.