ABagwebi 9:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Laza iqunube lathi emithini, ‘Ukuba liyinyaniso elokuba niyandithambisa njengokumkani phezu kwenu, yizani nifune indawo yokusabela phantsi komthunzi wam.+ Kodwa ukuba akunjalo, makuphume umlilo+ equnubeni uyidle imisedare+ yaseLebhanon.’+ 2 Kumkani 24:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kuba ngenxa yomsindo+ kaYehova kwenzeka oko eYerusalem nakwaYuda, de wabasusa phambi kwakhe.+ Yaye uZedekiya wamvukela ukumkani waseBhabhiloni.+
15 Laza iqunube lathi emithini, ‘Ukuba liyinyaniso elokuba niyandithambisa njengokumkani phezu kwenu, yizani nifune indawo yokusabela phantsi komthunzi wam.+ Kodwa ukuba akunjalo, makuphume umlilo+ equnubeni uyidle imisedare+ yaseLebhanon.’+
20 Kuba ngenxa yomsindo+ kaYehova kwenzeka oko eYerusalem nakwaYuda, de wabasusa phambi kwakhe.+ Yaye uZedekiya wamvukela ukumkani waseBhabhiloni.+