IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Nehemiya 9:37
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 37 yaye imveliso yalo iphuphumela+ ookumkani+ obabekileyo phezu kwethu ngenxa yezono zethu,+ ibe balawula imizimba yethu nezilwanyana zethu zasekhaya, ngokokuthanda kwabo, kwaye sibandezelekile kakhulu.+

  • Hezekile 17:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Kwaye usidelele isifungo+ ngokwaphula umnqophiso, yaye, khangela! wayenike isandla sakhe+ yaye wenza kanye zonke ezi zinto. Akayi kusinda.”’+

  • Hezekile 21:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Shenxisa unkontsho, uze uphakamise ususe isithsaba.+ Oku akuyi kufana.+ Beka phezulu oko kanye kuthotyiweyo,+ uze uhlise lowo kanye uphakamileyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share