IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 28:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Nangona uSawule wayebuza kuYehova,+ uYehova wayengaze amphendule,+ nokuba kungamaphupha+ okanye kungeUrim+ okanye ngabaprofeti.+

  • IMizekeliso 15:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Umbingelelo wabangendawo yinto ecekisekayo kuYehova,+ kodwa umthandazo wabathe tye uyakholiswa nguwo.+

  • IMizekeliso 28:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Oyisusayo indlebe yakhe ekuveni umthetho+—kwanomthandazo wakhe uyinto ecekisekayo.+

  • Isaya 1:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Naxa nisolula izandla zenu,+ ndiyawafihla amehlo am kuni.+ Nakubeni nisenza imithandazo emininzi,+ andiphulaphulanga;+ zona kanye izandla zenu zizaliswe luphalazo-gazi.+

  • Hezekile 14:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 “Nyana womntu, la madoda ke, anyuse izithixo zawo ezinezothe entliziyweni yawo, amisa phambi kobuso bawo+ umqobo osisikhubekiso obangela isiphoso sawo. Ngaba afanele andibuze kusini na?+

  • Mika 3:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Iimboni+ ziya kuba neentloni,+ nabavumisi+ ngokuqinisekileyo baya kudana. Baya kugqubuthela amabhovu+ bonke, kuba akukho mpendulo ivela kuThixo.’”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share