Eksodus 32:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Baphambuke ngokukhawuleza endleleni endabayalela ukuba bahambe ngayo.+ Bazenzele umfanekiso otyhidiweyo wethole lenkomo, baqubuda kuwo, babingelela kuwo besithi, ‘Nanko uThixo wakho, Sirayeli, okukhuphileyo ezweni laseYiputa.’”+ Numeri 14:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kodwa bonke abantu ababubonileyo ubuqaqawuli bam+ nemiqondiso yam+ endayenzayo eYiputa nasentlango baza sekunjalo bandivavanya+ ezi zihlandlo zilishumi, abaliphulaphula ilizwi lam,+ INdumiso 78:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Babemvukela ngokufuthi kangakanani entlango,+Babemenza azive ebuhlungu entlango!+ INdumiso 95:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Musani ukuyenza lukhuni intliziyo yenu njengaseMeribha,+Njengemini yaseMasa entlango,+
8 Baphambuke ngokukhawuleza endleleni endabayalela ukuba bahambe ngayo.+ Bazenzele umfanekiso otyhidiweyo wethole lenkomo, baqubuda kuwo, babingelela kuwo besithi, ‘Nanko uThixo wakho, Sirayeli, okukhuphileyo ezweni laseYiputa.’”+
22 Kodwa bonke abantu ababubonileyo ubuqaqawuli bam+ nemiqondiso yam+ endayenzayo eYiputa nasentlango baza sekunjalo bandivavanya+ ezi zihlandlo zilishumi, abaliphulaphula ilizwi lam,+