IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 7:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Kungenxa yoko le nto umkhulu ngokwenene,+ Nkosi enguMongami Yehova; kuba akakho omnye onjengawe,+ kungekho naThixo ngaphandle kwakho+ phakathi kwabo bonke esive ngabo ngeendlebe zethu.

  • INdumiso 96:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  4 Kuba mkhulu uYehova+ yaye ngowokudunyiswa kakhulu.

      Uyoyikeka ngaphezu kwabo bonke abanye oothixo.+

  • INdumiso 145:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 UYehova mkhulu yaye ngowokudunyiswa kakhulu,+

      Nobukhulu bakhe abuphengululeki.+

  • Yeremiya 32:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Lowo ubonakalisa ububele bothando kuwo amawaka,+ nobuyekeza isiphoso sooyise esifubeni soonyana babo emva kwabo,+ THIXO oyinyaniso, Lowo mkhulu,+ Lowo unamandla,+ ogama lakhe+ linguYehova wemikhosi,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share