IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Nehemiya 2:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ndandula ndathi kukumkani: “Phila ngonaphakade kumkani!+ Ndiya kuthini na ukungadakumbi ekubeni isixeko,+ indlu yendawo yokungcwaba ookhokho bam,+ iphanzisiwe, namasango aso edliwe agqitywa ngumlilo?”+

  • Daniyeli 2:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Athetha ke amaKhaledi kukumkani ngolwimi lwesiAram athi:+ “Phila ngonaphakade kumkani.+ Baxelele abakhonzi bakho iphupha elo, ukuze bakuchazele intsingiselo yalo.”+

  • Daniyeli 5:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Akuyiva ingxokozelo eyayisenziwa ngukumkani nezihandiba zakhe, ukumkanikazi wangena apho kuloo holo yokudlela. Wathi: “Phila ngonaphakade kumkani.+ Mazingakothusi iingcamango zakho, malingaguquki nebala lolusu lwakho.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share