Yobhi 34:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kukho Lowo ungakhethi nkosanaUnganikelanga ngqalelo engakumbi kwisidwangube kunakulowo usweleyo,+Kuba bonke bangumsebenzi wezandla zakhe.+ INdumiso 107:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Uzigalela ngendelelo izidwangube,+Ukuze azenze zibhadu-bhadule enyanyeni, apho kungekho ndlela.+
19 Kukho Lowo ungakhethi nkosanaUnganikelanga ngqalelo engakumbi kwisidwangube kunakulowo usweleyo,+Kuba bonke bangumsebenzi wezandla zakhe.+