Yeremiya 10:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kodwa uYehova enyanisweni nguThixo.+ UnguTHIXO ophilayo+ noKumkani ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Ngenxa yokucaphuka kwakhe umhlaba uya kunyikima,+ kwaye akukho zintlanga ziya kuma ngaphantsi kwesiqalekiso sakhe.+ 1 Timoti 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ke kaloku kuye uKumkani kanaphakade,+ ongenakonakala,+ nongabonakaliyo,+ uThixo okuphela kwakhe,+ makubekho imbeko nozuko ngonaphakade kanaphakade.+ Amen. ISityhilelo 4:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Ufanele, Yehova, Thixo wethu, ukwamkela uzuko+ nembeko+ namandla,+ ngenxa yokuba wadala zonke izinto,+ nangenxa yokuthanda kwakho+ zabakho yaye zadalwa.”+
10 Kodwa uYehova enyanisweni nguThixo.+ UnguTHIXO ophilayo+ noKumkani ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Ngenxa yokucaphuka kwakhe umhlaba uya kunyikima,+ kwaye akukho zintlanga ziya kuma ngaphantsi kwesiqalekiso sakhe.+
17 Ke kaloku kuye uKumkani kanaphakade,+ ongenakonakala,+ nongabonakaliyo,+ uThixo okuphela kwakhe,+ makubekho imbeko nozuko ngonaphakade kanaphakade.+ Amen.
11 “Ufanele, Yehova, Thixo wethu, ukwamkela uzuko+ nembeko+ namandla,+ ngenxa yokuba wadala zonke izinto,+ nangenxa yokuthanda kwakho+ zabakho yaye zadalwa.”+